[There are no radio stations in the database]

CCFM Xhosa presenter search

Written by on March 16, 2022

 

UCCfm ukhangela ababasazi abatsha kwakunye nabasazi beze midlalo, abazakuba yinxalenye kwiinqubo zethu kulwimi lwesi Xhosa abazaku qeqeshelwa ubusasazi noku sasaza apha e CCfm.
Thumela i demo yakho ufunda incwadi yendumiso 121, kwakunye nobungqina bakho ngo Thixo.
I demo leyo ibe ngaphantsi kwemizuzu emihlanu.
Thumela I demo yakho ku [email protected] phambi kwe 25 ka March 2022
Yiba yinxalenye ka CCfm ekutshintsheni ubomi ngoku gqibeleleyo.